2 Yookumkani 3:24 Ibhayibhile (XHO96)

Kodwa ke athi akufika ekampini yamaSirayeli amaMowabhi lawo, suka avuka amaSirayeli, alwa ada awasukela. Hayi ke, amaSirayeli alihlasela elo lamaMowabhi, akawabulala awaxhela.

2 Yookumkani 3

2 Yookumkani 3:19-27