2 Yookumkani 3:12 Ibhayibhile (XHO96)

UYoshafati wathi: “Nanko ke umntu onelizwi likaNdikhoyo!” Ngoko ke ukumkani wakwaSirayeli ekunye noYoshafati nokumkani wase-Edom behla baya kuye.

2 Yookumkani 3

2 Yookumkani 3:2-20