2 Yookumkani 3:1 Ibhayibhile (XHO96)

UYoram, unyana ka-Ahabhi, waba ngukumkani wakwaSirayeli eSamariya kunyaka weshumi elinesibhozo wolawulo lukaYoshafati ukumkani wakwaJuda, walawula iminyaka elishumi elinambini.

2 Yookumkani 3

2 Yookumkani 3:1-5