2 Yookumkani 25:7 Ibhayibhile (XHO96)

Oonyana bakhe uZedekiya babulawa ekhangele. Yena uZedekiya bamtyhaphaza amehlo, baza bamkhonkxa ngamatyathanga obhedu, baya naye eBhabheli.

2 Yookumkani 25

2 Yookumkani 25:5-12