2 Yookumkani 25:21 Ibhayibhile (XHO96)

Khona apho eRibhela kwelaseHamati ukumkani lowo wathi mababulawe.Ngaloo ndlela ke amaJuda afuduselwa ekuthinjweni, kude lee nelizwe lakowawo.

2 Yookumkani 25

2 Yookumkani 25:16-28