2 Yookumkani 25:19 Ibhayibhile (XHO96)

Kwabaseleyo apho esixekweni yathatha umphathi womkhosi kunye nesihlanu sabacebisi basebhotwe. Yamthatha nonobhala owayeligosa eliyintloko elihlela abomkhosi, kunye namahlakani akhe angamashumi amathandathu, bantu abo babeselapho esixekweni.

2 Yookumkani 25

2 Yookumkani 25:16-26