2 Yookumkani 24:14 Ibhayibhile (XHO96)

Xa iyonke iJerusalem wayithimba: onke amaphakathi namadoda omkhosi, iingcibi namagcisa, bebonke yayilishumi lamawaka. Kuphela kwasala abona bantu bangamahlwempu kwaJuda.

2 Yookumkani 24

2 Yookumkani 24:10-20