36. UJoyakim waqalisa ukulawula eneminyaka emashumi mabini anantlanu, waza ke walawula eJerusalem iminyaka elishumi elinanye. Unina yayinguZebhida intombi kaPedaya waseRuma.
37. WĂȘnza okubi emehlweni *kaNdikhoyo; naye wathatha ikhondo looyise-mkhulu.