2 Yookumkani 23:36 Ibhayibhile (XHO96)

UJoyakim waqalisa ukulawula eneminyaka emashumi mabini anantlanu, waza ke walawula eJerusalem iminyaka elishumi elinanye. Unina yayinguZebhida intombi kaPedaya waseRuma.

2 Yookumkani 23

2 Yookumkani 23:31-37