2 Yookumkani 23:21 Ibhayibhile (XHO96)

Ke kaloku ukumkani wabanika umyalalelo bonke abantu othi: “Yenzani *iPasika *kaNdikhoyo uThixo wenu njengoko kubhaliweyo kule ncwadi yomnqophiso.”

2 Yookumkani 23

2 Yookumkani 23:17-25