2 Yookumkani 23:18 Ibhayibhile (XHO96)

Wathi: “Liyekeni ke; makungaze kubekho mntu uwachukumisayo amathambo akhe.” Ngoko ke bawayeka amathambo akhe kunye nalawo omshumayeli owayevela eSamariya.

2 Yookumkani 23

2 Yookumkani 23:17-19