2 Yookumkani 22:20 Ibhayibhile (XHO96)

Ngoko ke ndiya kukubuyisela kooyihlo, ungcwatywe ngoxolo. Awakho amehlo akasayi kusibona isithwakumbe endiza kusithoba phezu kweli lizwe.’ ”Loo mpendulo ke bâya kuyixelela ukumkani.

2 Yookumkani 22

2 Yookumkani 22:12-20