2 Yookumkani 22:18 Ibhayibhile (XHO96)

Mxeleleni ukumkani wakwaJuda onithume ukuba nize kubuzisa kuNdikhoyo nithi: La ngamazwi athethwe nguNdikhoyo uThixo kaSirayeli ngokunxulumene namazwi owevileyo.

2 Yookumkani 22

2 Yookumkani 22:11-20