2 Yookumkani 21:9 Ibhayibhile (XHO96)

Kodwa akaphulaphulanga, kuba uManase wawalahlekisa ngangokuba wada wabalasela ekwenzeni ububi kunezo zizwe wazitshabalalisayo uNdikhoyo phambi kwamaSirayeli.

2 Yookumkani 21

2 Yookumkani 21:5-19