2 Yookumkani 21:18 Ibhayibhile (XHO96)

Ke uManase waya kuphumla kooyise, waza wangcwatywa emyezweni wakhe apho ebhotwe – lowo ke ngumyezo kaUza. Unyana wakhe uAmon wangena esikhundleni sakhe wangukumkani.

2 Yookumkani 21

2 Yookumkani 21:10-22