2 Yookumkani 21:16 Ibhayibhile (XHO96)

Ngaphezu koko ke uManase waliphalaza gqitha igazi elingenatyala, eqalela kweli cala, athi xhaxhe kweliya icala leJerusalem; nangaphandle kwesono awalukuhlela amaJuda kuso ukuze enze okubi emehlweni kaNdikhoyo.

2 Yookumkani 21

2 Yookumkani 21:15-19