2 Yookumkani 21:14 Ibhayibhile (XHO96)

Ndosuka ndiwabukule amasalela alilifa lam; ewe, ndowanikezela ezandleni zeentshaba zawo. Aya kuxhatshazwa abhunculwe ziintshaba zawo.

2 Yookumkani 21

2 Yookumkani 21:4-15