2 Yookumkani 21:1 Ibhayibhile (XHO96)

UManase wayeneshumi elinesibini leminyaka ukuqala kwakhe ukuba ngukumkani, waza ke walawula eJerusalem iminyaka emashumi mahlanu anesihlanu. Unina yayinguHefezibha.

2 Yookumkani 21

2 Yookumkani 21:1-7