2 Yookumkani 20:8 Ibhayibhile (XHO96)

UHezekiya wabuza kuIsaya wathi: “Woba yintoni na umqondiso wokuba uNdikhoyo uya kundiphilisa ndize ndibe nako ukuya endlwini kaNdikhoyo ngosuku lwesithathu ukusuka ngoku?”

2 Yookumkani 20

2 Yookumkani 20:1-13