2 Yookumkani 20:3 Ibhayibhile (XHO96)

“Khumbula kaloku, Ndikhoyo, ukuba oko ndakunqulayo ndikukhonza ngentembeko nokunyaniseka, ndaba soloko ndihamba ngokomyalelo wakho.” Suka ke wangqukruleka kabuhlungu.

2 Yookumkani 20

2 Yookumkani 20:1-11