2 Yookumkani 20:15 Ibhayibhile (XHO96)

“Ngaba kukho nto ayibonileyo ke apha komkhulu?” ubuzile umshumayeli.UHezekiya uphendule ngelithi: “Akukho nto angayibonanga. Ndiwangenise kubo bonke oovimba bam.”

2 Yookumkani 20

2 Yookumkani 20:5-16