2 Yookumkani 20:10 Ibhayibhile (XHO96)

UHezekiya wathi: “Yinto engenamsebenzi ukuba isithunzi siye phambili ishumi leenyawo. Hayi, kanye masibuye umva ishumi leenyawo.”

2 Yookumkani 20

2 Yookumkani 20:9-13