2 Yookumkani 19:8 Ibhayibhile (XHO96)

Ingqwayi-ngqwayi engumbhexeshi womkhosi yathi yakuva ukuba ukumkani waseAsiriya umkile eLakishe, suka yarhoxa, yabuya umva, yaza yafika ukumkani esilwa neLibhena.

2 Yookumkani 19

2 Yookumkani 19:2-11