2 Yookumkani 19:36 Ibhayibhile (XHO96)

Ngoko ke uSenakeribhe, ukumkani waseAsiriya, wazichitha warhoxa, wabuyela eNiniva, wahlala khona.

2 Yookumkani 19

2 Yookumkani 19:31-37