2 Yookumkani 18:9 Ibhayibhile (XHO96)

Kwathi kunyaka wesine kakumkani uHezekiya owawungunyaka wesixhenxe kaHosheya unyana kaEla ukumkani wakwaSirayeli, ukumkani waseAsiriya uShalmanesere wahlasela iSamariya wayingqinga.

2 Yookumkani 18

2 Yookumkani 18:3-17