2 Yookumkani 18:19 Ibhayibhile (XHO96)

Ingqwayi-ngqwayi ebhexeshayo yathetha nabo yathi: “Xelelani uHezekiya nithi: ‘Ithethe ngolu hlobo ingangalala ukumkani waseAsiriya: Njengokuba uzithembe kangaka nje, Hezekiya, uqamele ngantoni kanye?

2 Yookumkani 18

2 Yookumkani 18:9-28