2 Yookumkani 18:11 Ibhayibhile (XHO96)

Ukumkani waseAsiriya wamfudusa uSirayeli, wamsa eAsiriya, abantu wabamisa eHala, naseGozan kumlambo iHabhore, nakwiidolophu zamaMedi.

2 Yookumkani 18

2 Yookumkani 18:3-17