2 Yookumkani 18:1 Ibhayibhile (XHO96)

Ke kaloku kwathi ngonyaka wesithathu kaHosheya unyana kaEla ukumkani wakwaSirayeli, uHezekiya unyana ka-Ahazi ukumkani wakwaJuda waqalisa ukulawula.

2 Yookumkani 18

2 Yookumkani 18:1-8