2 Yookumkani 17:34 Ibhayibhile (XHO96)

Unanamhla abakalumleki kuloo mikhwa yabo yemveli. UNdikhoyo abamnquli nokumnqula, bengabambeleli nakwizimiso nemiyalelo, imithetho nemiqathango, uNdikhoyo awayinikela isizukulwana sikaYakobi, lowo wambiza ngokuba nguSirayeli.

2 Yookumkani 17

2 Yookumkani 17:29-36