2 Yookumkani 17:24 Ibhayibhile (XHO96)

Ke kaloku ukumkani waseAsiriya waya kuthatha abantu eBhabheli, eKuta, eAva, eHamati, naseSefarvayim, waza wabahlalisa kwiidolophu zamaSirayeli eSamariya. ISamariya leyo ke bayithathela kubo, bahlala kwiidolophu zayo.

2 Yookumkani 17

2 Yookumkani 17:21-25