2 Yookumkani 17:1 Ibhayibhile (XHO96)

Kwathi ngonyaka weshumi elinambini uAhazi engukumkani wakwaJuda wangena embusweni uHosheya, unyana kaEla, waba ngukumkani kwaSirayeli eSamariya. Walawula iminyaka elithoba.

2 Yookumkani 17

2 Yookumkani 17:1-9