2 Yookumkani 16:18 Ibhayibhile (XHO96)

Wasisusa isigqubuthelo esasakhelwe *uMhla woPhumlo apho endlwini kaThixo, walisusa nesango elalilungiselelwe ukumkani apho endlwini kaNdikhoyo, izinto ezo awayezenza kuba ezama ukukholisa ukumkani waseAsiriya.

2 Yookumkani 16

2 Yookumkani 16:15-20