2 Yookumkani 15:9 Ibhayibhile (XHO96)

Naye wenza okubi emehlweni *kaNdikhoyo kwanjengooyise. Zange ashenxe kwizono zikaJerobhowam unyana kaNebhati, ezo walukuhlela amaSirayeli kuzo.

2 Yookumkani 15

2 Yookumkani 15:6-15