2 Yookumkani 15:7 Ibhayibhile (XHO96)

UAzariya waya kuphumla kooyise, waza wangcwatywa phakathi kwabo kwisixeko sikaDavide. Endaweni yakhe kwangena uYotam unyana wakhe.

2 Yookumkani 15

2 Yookumkani 15:1-14