2 Yookumkani 15:30 Ibhayibhile (XHO96)

Ke uHosheya unyana kaEla wamenzela iyelenqe uPeka unyana kaRemaliya. Suka wamhlasela wambulala, waza wangukumkani esikhundleni sakhe xa uYotam unyana kaUziya wayekunyaka wamashumi amabini elawula kwaJuda.

2 Yookumkani 15

2 Yookumkani 15:27-37