2 Yookumkani 15:27 Ibhayibhile (XHO96)

Ngonyaka wamashumi amahlanu anambini elawula uAzariya kwelakwaJuda, uPeka unyana kaRemaliya waba ngukumkani wakwaSirayeli, waza walawula eSamariya iminyaka emashumi mabini.

2 Yookumkani 15

2 Yookumkani 15:18-34