2 Yookumkani 15:23 Ibhayibhile (XHO96)

Ngonyaka wamashumi amahlanu elawula kwaJuda uAzariya, uPekaya unyana kaMenahem waba ngukumkani wakwaSirayeli eSamariya, waza walawula iminyaka emibini.

2 Yookumkani 15

2 Yookumkani 15:17-26