2 Yookumkani 14:27 Ibhayibhile (XHO96)

Ukanti ke uNdikhoyo wayengatshongo ukuba uya kulibhangisa kuphele igama likaSirayeli ehlabathini, ngoko ke wamhlangula uSirayeli ngesandla sikaJerobhowam unyana kaYehowashe.

2 Yookumkani 14

2 Yookumkani 14:23-29