2 Yookumkani 14:16 Ibhayibhile (XHO96)

UYehowashe waya kuphumla kooyise, waza wangcwatywa eSamariya phakathi kookumkani bakwaSirayeli. UJerobhowam unyana wakhe wangena esikhundleni sakhe.

2 Yookumkani 14

2 Yookumkani 14:6-24