2 Yookumkani 13:4 Ibhayibhile (XHO96)

Ke uYowahazi wakhala kuNdikhoyo, waza ke yena wamphulaphula, kuba wayekubona ukuphatheka kabuhlungu kukaSirayeli phantsi kwesandla sokumkani wakwa-Aram.

2 Yookumkani 13

2 Yookumkani 13:1-5