2 Yookumkani 13:23 Ibhayibhile (XHO96)

Kambe ke uNdikhoyo waba nesisa, wahlabeka, wavelana nawo ngenxa yomnqophiso wakhe noAbraham noIsake noYakobi. Unanamhlanje ke akazimiselanga kuwatshabalalisa okanye awagxothe awabhebhethe kuphele.

2 Yookumkani 13

2 Yookumkani 13:17-25