2 Yookumkani 13:2 Ibhayibhile (XHO96)

Wênza okubi emehlweni *kaNdikhoyo, wasuka wahamba ekhondweni lezono zikaJerobhowam unyana kaNebhati, ezo walukuhlela uSirayeli kuzo; ewe, yena wathi nca kuzo.

2 Yookumkani 13

2 Yookumkani 13:1-12