2 Yookumkani 13:18 Ibhayibhile (XHO96)

Wabuya ke wathi: “Zithathe ezi ntolo.” Waza wazithatha ke ukumkani. UElisha wathi kuye: “Betha ngazo umhlaba.” Wabetha kathathu, wapheza.

2 Yookumkani 13

2 Yookumkani 13:13-24