2 Yookumkani 13:12 Ibhayibhile (XHO96)

Ke ezinye iziganeko zolawulo lukaYehowashe, imisebenzi nemizabalazo yakhe, ndawonye nemfazwe yakhe noAmaziya ukumkani wakwaJuda, nâzo encwadini yeembali zookumkani bakwaSirayeli.

2 Yookumkani 13

2 Yookumkani 13:9-14