2 Yookumkani 12:4 Ibhayibhile (XHO96)

UYowashe wathetha nababingeleli, wathi: “Qokelelani yonke imali eyiminikelo eziswa endlwini kaNdikhoyo; imali eqokelelwe ngobalo, imali yezifungo zabantu, ndawonye nemali eziswa endlwini kaThixo ngabo bazivayo.

2 Yookumkani 12

2 Yookumkani 12:1-10