2 Yookumkani 12:1 Ibhayibhile (XHO96)

Ke kaloku ngonyaka wesixhenxe kaYehu uYowashe waba ngukumkani, waza walawula eJerusalem iminyaka emashumi mane. Unina yayinguZibheya intombi yaseBheshebha.

2 Yookumkani 12

2 Yookumkani 12:1-8