2 Yookumkani 11:19 Ibhayibhile (XHO96)

UJoyada wahamba neengqwayi-ngqwayi zabalindi basebhotwe nabo bakomkhulu, bamxhaka ukumkani ukusuka endlwini kaThixo ukuya komkhulu, belandelwa ngabantu bonke. Bangena ngesango labalindi, waza ukumkani wachopha esihlalweni.

2 Yookumkani 11

2 Yookumkani 11:10-21