2 Yookumkani 10:35 Ibhayibhile (XHO96)

UYehu waya kuphumla kooyise, waza wangcwatyelwa eSamariya. UYowahazi unyana wakhe wangena esikhundleni sakhe.

2 Yookumkani 10

2 Yookumkani 10:27-36