2 Yookumkani 10:21 Ibhayibhile (XHO96)

Waza ke wathumela umyalezo kuSirayeli ephela, nakubo bonke abanqula uBhali, ukuze bangaphoswa. Ewe, beza xa bebonke. Baqokelelana ke apho esibingelelweni sikaBhali, satsho sazala sema ngeembambo.

2 Yookumkani 10

2 Yookumkani 10:15-29