2 Yookumkani 10:17 Ibhayibhile (XHO96)

Akufika eSamariya uYehu wabulala bonke ababesele bendlu ka-Ahabhi, wabatshabalalisa mpela ngokwelizwi elathethwa *nguNdikhoyo kuEliya.

2 Yookumkani 10

2 Yookumkani 10:9-21